2 Kasamweli 10:18 Ibhayibhile (XHO96)

Kambe ke ama-Aram aswantsuliswa ngamaSirayeli, waza uDavide wabulala amakhulu asixhenxe amajoni eenqwelo, namashumi amane amawaka amajoni akhwela amahashe. Wangxwelerhwa uShobhaki injengele yomkhosi wawo, waza wafa.

2 Kasamweli 10

2 Kasamweli 10:15-19