1 Yookumkani 6:29 Ibhayibhile (XHO96)

Iindonga zegumbi elikhulu nezegumbi eliphakathi zazihonjiswe ngemifanekiso ekroliweyo yezithunywa ezimaphiko, amasundu, kwaneentyatyambo.

1 Yookumkani 6

1 Yookumkani 6:18-38