1 Yookumkani 3:2 Ibhayibhile (XHO96)

Kambe ke bona abantu amadini babesawenzela ezindulini, kuba belingekakhelwa indlu igama likaNdikhoyo ngelo xesha.

1 Yookumkani 3

1 Yookumkani 3:1-10