Ke ukumkani wama-Aram waziyalela iingqwayi-ngqwayi zeenqwelo zakhe ezingamashumi amathathu anambini, wathi: “Ze ningalwi naye nawuphi na omnye umntu, nokuba ngomncinci, nokuba ngomkhulu, yilwani nokumkani wakwaSirayeli yedwa.”