1 Yookumkani 2:7 Ibhayibhile (XHO96)

“Kodwa ke uze wenze ngezibele koonyana bakaBhazilayi waseGiliyadi. Bona mababe phakathi kwâbo batya kunye nawe esithebeni sakho. Kaloku babengakum ngokuya ndandibaleka umntakwenu uAbhasalom.

1 Yookumkani 2

1 Yookumkani 2:3-11