1 Yookumkani 2:30 Ibhayibhile (XHO96)

UBhenaya ke waya esibingelelweni sikaNdikhoyo, wafika wathi kuJowabhi: “Ukumkani uthi: ‘Phuma apha!’ ”Kambe ke yena waphendula wathi: “Andiphumi; ndiya kufela apha.”UBhenaya ke waya kubika olo daba kukumkani, wathi: “UJowabhi uthetha ngolu hlobo; ewe, wenjenje ukuphendula.”

1 Yookumkani 2

1 Yookumkani 2:24-34