1 Yookumkani 2:29 Ibhayibhile (XHO96)

Waxelelwa ke uSolomon ukuba nanko uJowabhi ebaleke waya kubambelela ngeempondo zeqonga lamadini esibingelelweni sikaNdikhoyo. Wasuka wathuma uBhenaya unyana kaJoyada esithi: “Yiya umgwaze!”

1 Yookumkani 2

1 Yookumkani 2:27-35