1 Yookumkani 18:7 Ibhayibhile (XHO96)

Uthe ke esahamba uObhadiya, wadibana noEliya. UObhadiya wamnakana, waza wakhahlela, waguqa phantsi, wathi: “Ngaba ngenene nguwe na lowo, nkosi yam Eliya?”

1 Yookumkani 18

1 Yookumkani 18:1-15