1 Yookumkani 18:43 Ibhayibhile (XHO96)

UEliya wathumela ihlakani lakhe, wathi: “Khawuhambe ukhangele ngaselwandle ukuba awuboni nto na.”Laya ke lajonga, labuya lisithi: “Hayi, akubonakali nto.”Ke uEliya lo walithuma kwada kwasixhenxe, emana esithi: “Khawuphume ujonge.”

1 Yookumkani 18

1 Yookumkani 18:40-46