1 Yookumkani 18:42 Ibhayibhile (XHO96)

Ke uAhabhi wahamba, watya wasela.Kambe ke yena uEliya wenyuka waya encotsheni yentaba iKarmele, waza wagobela emhlabeni, wafaka ubuso phakathi kwamadolo.

1 Yookumkani 18

1 Yookumkani 18:41-46