1 Yookumkani 15:23 Ibhayibhile (XHO96)

Ke ezinye zeziganeko zolawulo luka-Asa nayo yonke imizabalazo yakhe esebenza esakha nezixeko, nâzo kwincwadi yeembali zookumkani bakwaJuda. Kambe ke wathi akuba mdala waba nesifo seenyawo.

1 Yookumkani 15

1 Yookumkani 15:21-27