1 Yookumkani 14:2 Ibhayibhile (XHO96)

waza ke uJerobhowam wathetha nomkakhe, wathi: “Khawuzenze mntu wumbi, ukuze ungaqondwa ukuba ungumka-Jerobhowam, uze ke uye eShilo. Khona apho wofika ekhona *umshumayeli uAhiya, lowo wandazisa ukuba ndiza kuba ngukumkani waba bantu.

1 Yookumkani 14

1 Yookumkani 14:1-6