1 Yookumkani 12:8 Ibhayibhile (XHO96)

Kambe ke uRehobhowam walikhaba eli cebiso alinikwa ngamadoda amakhulu, waza wathetha-thethana nabafana abaziintanga zakhe ababembusa.

1 Yookumkani 12

1 Yookumkani 12:6-15