1 Yookumkani 12:7 Ibhayibhile (XHO96)

Aphendula athi: “Ukuba uthe namhlanje waba njengesicaka kwaba bantu, wabakhonza, wathetha kakuhle nabo, baya kusoloko bezizicaka zakho.”

1 Yookumkani 12

1 Yookumkani 12:1-15