1 Yookumkani 12:18 Ibhayibhile (XHO96)

Ukumkani uRehobhowam wathumela uAdoniram owayeyingqwayi-ngqwayi kwabasebenza ngonyanzelo, kodwa amaSirayeli asuka amxuluba ngamatye wafa. Phofu ke yena ukumkani waba nako ukungena enqwelweni, asabele eJerusalem.

1 Yookumkani 12

1 Yookumkani 12:11-21