1 Yookumkani 10:1 Ibhayibhile (XHO96)

Uthe ke ukumkanikazi waseShebha akuva ngodumo lukaSolomon nokusondela kwakhe kwigama *likaNdikhoyo, weza kumvavanya ngemibuzo enzima.

1 Yookumkani 10

1 Yookumkani 10:1-5