1 Yookumkani 1:5 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku uAdoniya, unyana kakumkani, onina yayinguHagiti, wazigqatsa wathi: “Ndiza kuba ngukumkani.” Wazilungiselela iinqwelo namahashe, kananjalo wandulelwa ngamashumi amahlanu amadoda. (

1 Yookumkani 1

1 Yookumkani 1:3-6