1 Yookumkani 1:44 Ibhayibhile (XHO96)

Ukumkani umkhuphe nombingeleli uZadoki nomshumayeli uNatan, uBhenaya unyana kaJoyada, nabalindi abangamaKreti namaPleti; bamkhwelise kwimbongolo kakumkani.

1 Yookumkani 1

1 Yookumkani 1:41-47