1 Yeziganeko 9:38-41 Ibhayibhile (XHO96)

38. UMikeloti wazala uShimeya. Nabo nenzala yabo bebehlala eJerusalem ngakumawabo.

39. UNere wazala uKishe, uKishe wazala uSawule, uSawule wazala uJonatan, noMalkishuwa, noAbhinadabhi noEshbhali.

40. UJonatan wazala uMeribhali, uMeribhali wazala uMika.

41. Oonyana bakaMika nguPiton, noMeleki, noTareya,

1 Yeziganeko 9