1 Yeziganeko 7:39-40 Ibhayibhile (XHO96) Oonyana bakaUla nguAra, noHaniyeli, noRiziya. Bonke aba babeyinzala ka-Ashere. Babeziinkulu, bengamadoda akhethiweyo