1 Yeziganeko 7:30-40 Ibhayibhile (XHO96)

30. Nantsi inzala ka-Ashere: oonyana nguImna, noIshwa, noIshvi, noBheriya, nodade wabo uSera.

31. Oonyana bakaBheriya nguHebhere noMalkiyeli owazala uBhizaviti.

32. Ke yena uHebhere wazala uYafelete, noShemere, noHotam, nodade wabo uShuwa.

33. Oonyana bakaYafelete nguPasaki, noBhimehali, noAshevati.

34. Oonyana bakaShemere nguAhi noRoga, noYehubha, noAram.

35. Oonyana bomntakwabo-Shemere uHelem nguZofa, noImna, noSheleshe, noAmali.

36. Ke bona oonyana bakaZofa nguSuwa, noHarenefere, noShuwali, noBheri, noImra,

37. noBhezere, noHodi, noShama, noShilesha, noItran, noBhera.

38. Oonyana bakaYetere nguYefune, noPisepa, noAra.

39. Oonyana bakaUla nguAra, noHaniyeli, noRiziya.

40. Bonke aba babeyinzala ka-Ashere. Babeziinkulu, bengamadoda akhethiweyo anobukroti, beziinkokheli ezinamagama. Bebonke babengamadoda angamashumi amabini anantandathu amawaka anokungena emkhosini.

1 Yeziganeko 7