uTahati wazala uZabhadi, uZabhadi wazala uShutela.Abanye oonyana bakaEfrayim, uEzere noEladi, babulawa xa babefuna ukuthimba imfuyo yabantu baseGati.