1 Yeziganeko 7:20 Ibhayibhile (XHO96)

Nantsi inzala kaEfrayim. UEfrayim wazala uShutela, uShutela wazala uBheredi, uBheredi wazala uTahati, uTahati wazala uEliyada, uEliyada wazala uTahati,

1 Yeziganeko 7

1 Yeziganeko 7:10-23