1 Yeziganeko 6:78-81 Ibhayibhile (XHO96)

78. Kwisizwe sakwaRubhen ngaphesheya kweJordan ngasempumalanga kweJeriko banikwa iBhezere esentlango, iYaza,

79. iKedemoti, neMefati.

80. Kwisizwe sakwaGadi banikwa iRamoti yaseGiliyadi, neMahanayim,

81. neHeshbhon, neYazere zinamadlelo azo.

1 Yeziganeko 6