1 Yeziganeko 5:26 Ibhayibhile (XHO96)

Ke ngoko uThixo kaSirayeli wawuxhokonxa umoya kaPuli ukumkani waseAsiriya (lo ukwabizwa ngokuba nguTigelate-pilezere) wazifudusa ezi zizwe, wazisa eHala, naseHabhore, naseHara, nasemlanjeni iGozan, apho zisekhona unanamhla.

1 Yeziganeko 5

1 Yeziganeko 5:16-26