1 Yeziganeko 6:1-12 Ibhayibhile (XHO96)

1. Oonyana bakaLevi nguGershon, noKohati, noMerari.

2. Oonyana bakaKohati nguAmram, noIzare, noHebron, noUziyeli.

3. Abantwana baka-Amram ngooAron, noMosis, noMiriyam. Oonyana baka-Aron ngooNadabhi, noAbhihu, noElazare, noItamare.

4. UElazare wazala uFineyasi, uFineyasi wazala uAbhishuwa,

5. uAbhishuwa wazala uBhuki, uBhuki wazala u-Uzi,

6. u-Uzi wazala uZeraya, uZeraya wazala uMerayoti,

7. uMerayoti wazala uAmariya, uAmariya wazala uAhitubhi,

8. uAhitubhi wazala uZadoki, uZadoki wazala uAhimazi,

9. uAhimazi wazala uAzariya, uAzariya wazala uYohanan.

10. UYohanan wazala uAzariya lo wayengumbingeleli ngexesha lokwakhiwa kwendlu kaThixo nguSolomon eJerusalem.

11. UAzariya wazala uAmariya, uAmariya wazala uAhitubhi,

12. uAhitubhi wazala uZadoki, uZadoki wazala uShalum,

1 Yeziganeko 6