1 Yeziganeko 5:22 Ibhayibhile (XHO96)

Kwabulawa amaHagri amaninzi, kuba loo mfazwe yayiphuma kuThixo. AmaRubhen namaGadi nesiqingatha sesizwe sakwaManase ahlala ezikhundleni zamaHagri ada athinjwa.

1 Yeziganeko 5

1 Yeziganeko 5:17-23