1 Yeziganeko 5:21 Ibhayibhile (XHO96)

Yathinjwa ke impahla yamaHagri: iinkamela ezingamawaka amashumi mahlanu, iigusha ezimawaka amakhulu mabini anamashumi mahlanu, needonki ezingamawaka amabini. Ngaphezu koko bathimba nabantu abalikhulu lamawaka.

1 Yeziganeko 5

1 Yeziganeko 5:20-26