1 Yeziganeko 29:3 Ibhayibhile (XHO96)

Ngaphezu koko ke ngangokuba ndizinikezele kule ndlu kaThixo wam, ngoku ndinikezela ngobutyebi bam, igolide nesiliva, khon' ukuze kwakhiwe indlu kaThixo wam.

1 Yeziganeko 29

1 Yeziganeko 29:1-10