1 Yeziganeko 29:24 Ibhayibhile (XHO96)

Onke ke amaphakathi, kunye namagorha, ngokunjalo nabo bonke oonyana bakakumkani uDavide, bafunga bazibophelela ekumthobeleni ukumkani uSolomon.

1 Yeziganeko 29

1 Yeziganeko 29:14-27