Umbuso wakhe ndiya kuwuzinzisa ume ngonaphakade, ukuba ngaba yena uthe akagungqa ekuyithobeleni ayenze imiqathango nemithetho yam, njengoko kusenziwa ngoku.’