1 Yeziganeko 28:19 Ibhayibhile (XHO96)

UDavide wathi: “Yonke le nto ke ibhaliwe, kuba kaloku isandla sikaNdikhoyo sasiphezu kwam, wandinika ukuqiqa nokubuqonda bonke ubucukubhede.”

1 Yeziganeko 28

1 Yeziganeko 28:15-20