1 Yeziganeko 27:24 Ibhayibhile (XHO96)

Phofu uJowabhi unyana kaZeruya walinga ukuwabala, kodwa zange agqibe. Ingqumbo kaThixo yawahlela amaSirayeli ngenxa yolu balo, kwaza kwayekwa amanani engekabhalwa engxelweni yemicimbi yemihla yokumkani uDavide.

1 Yeziganeko 27

1 Yeziganeko 27:17-31