1 Yeziganeko 27:23 Ibhayibhile (XHO96)

Ukumkani uDavide zange ababale abafana abaminyaka imashumi mabini nangaphantsi, kuba uNdikhoyo wayethembise ukuwandisa amaSirayeli abe ngangeenkwenkwezi esibhakabhakeni.

1 Yeziganeko 27

1 Yeziganeko 27:21-27