Nazi izibonda zezizwe zakwaSirayeli:kwaRubhen yayinguElizere unyana kaZiki;kwaSimon yayinguShefatiya unyana kaMahaka;