1 Yeziganeko 21:2 Ibhayibhile (XHO96)

UDavide wathetha noJowabhi nabanye abaphathi bomkhosi, wathi kubo: “Yiyani kubala amaSirayeli, niqale eBheshebha, nime kwaDan. Nakugqiba ke nize nindinike ingxelo, ukuze ndilazi inani lawo.”

1 Yeziganeko 21

1 Yeziganeko 21:1-11