1 Yeziganeko 20:4 Ibhayibhile (XHO96)

Ekuhambeni kwethuba amaSirayeli alwa namaFilistiya eGezere. Ngelo thuba ke uSibhekayi umHusha wabulala uSipayi ongomnye wenzala kaRafa; aza ke amaFilistiya oyiswa.

1 Yeziganeko 20

1 Yeziganeko 20:3-6