1 Yeziganeko 19:7 Ibhayibhile (XHO96)

Baqesha amashumi amathathu anambini amawaka eenqwelo namajoni azo, kwakunye nokumkani waseMaka nomkhosi wakhe. Ke yena waza wafika wamisa ngaseMedeba; abe ke wona ama-Amon ecombuluka ephuma kuzo zonke iidolophu zawo, exhobele imfazwe.

1 Yeziganeko 19

1 Yeziganeko 19:1-8