1 Yeziganeko 19:6 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku aqonda ama-Amon ukuba azigqwalisile kuDavide, waza ke uHanun enama-Amon ephela bathumela amashumi amathathu anane amawaka eekhilogram zesiliva, ukuze kuqeshwe iingqwelo namajoni eAram-narayim, eAram-maka, naseZobha.

1 Yeziganeko 19

1 Yeziganeko 19:3-7