1 Yeziganeko 19:4 Ibhayibhile (XHO96)

UHanun wasuka wawabamba loo madoda kaDavide, wawagugula iindevu, nezambatho zawo wazigumpula embindini kwaya kuthi xhaxhe ezimpundwini, waza ke wawandulula.

1 Yeziganeko 19

1 Yeziganeko 19:1-6