1 Yeziganeko 19:18 Ibhayibhile (XHO96)

Kambe ke ama-Aram aswantsuliswa ngamaSirayeli, waza uDavide wabulala isixhenxe samawaka amajoni eenqwelo, kunye namashumi amane amawaka amajoni ahamba ngeenyawo. Kananjalo wayibulala nenjengele yomkhosi wawo uShofaki.

1 Yeziganeko 19

1 Yeziganeko 19:12-19