1 Yeziganeko 18:4 Ibhayibhile (XHO96)

UDavide wathimba iwaka leenqwelo zakhe, kunye namawaka asixhenxe abakhweli-mahashe, ngokunjalo namashumi amabini amawaka amajoni ahamba ngeenyawo. Amahashe ke wawanqumla imisipha, washiya amahashe eenqwelo alikhulu.

1 Yeziganeko 18

1 Yeziganeko 18:1-12