1 Yeziganeko 18:3 Ibhayibhile (XHO96)

Kananjalo uDavide walwa nokumkani waseZobha uHadadizere, wamoyisa, wamsukelisa, waya kumfaka eHamati, xa kanye wayezama ukumilisela ulawulo lwakhe kummandla womlambo iEfrati.

1 Yeziganeko 18

1 Yeziganeko 18:1-11