1 Yeziganeko 17:4 Ibhayibhile (XHO96)

“Hamba uye kuxelela isicaka sam uDavide uthi: ‘Utsho uNdikhoyo ukuthi: Asinguwe umntu oza kundakhela indlu endiya kuhlala kuyo.

1 Yeziganeko 17

1 Yeziganeko 17:1-6