1 Yeziganeko 17:16 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku ukumkani uDavide wangena waya kuhlala phambi *koNdikhoyo, waza wathi: “Kuxa ndingubani mna, Ndikhoyo Thixo? Iyintoni yona indlu yam, ukuba ude uze kundibeka kule ndawo ndikuyo ngoku?

1 Yeziganeko 17

1 Yeziganeko 17:9-20