Makabongwe uNdikhoyo uThixo kaSirayelikususela ngoku kude kube nini-nini!Ke kaloku bonke abantu bathi: “Huntshuu! Makabongwe uNdikhoyo!”