1 Yeziganeko 14:10 Ibhayibhile (XHO96)

waza uDavide wabuzisa kuThixo wathi: “Kufuneka ndiwahlasele na amaFilistiya? Ngaba uza kuwanikela esandleni sam na?”UNdikhoyo wathi kuye: “Ewe, wahlasele; ndowanikela esandleni sakho amaFilistiya.”

1 Yeziganeko 14

1 Yeziganeko 14:3-12