1 Yeziganeko 13:10 Ibhayibhile (XHO96)

Wavutha umsindo kaNdikhoyo ngaku-Uza, waza wambetha wafa, kuba eyichukumise ngesandla ityesi leyo. Ngoko ke wafa ngoko nangoko ebulawa nguThixo.

1 Yeziganeko 13

1 Yeziganeko 13:5-14