1 Yeziganeko 11:43-47 Ibhayibhile (XHO96)

43. uHanan unyana kaMahaka, uYoshafati waseMeten,

44. u-Uziya waseAshterati, uShama noYeyeli oonyana bakaHotam waseArohere,

45. uYediyali unyana kaShimri, umntakwabo uYowa waseTizi,

46. uEliyeli waseMahavi, uJeribhayi noYoshaviya oonyana bakaElnam, uItema umMowabhi,

47. uEliyeli, no-Obhedi, noYasiyeli waseMezobhaya.

1 Yeziganeko 11