1 Yeziganeko 11:3 Ibhayibhile (XHO96)

Aya kufika ke amadoda amakhulu akwaSirayeli kukumkani uDavide eHebron, waza wanqophisana nawo phaya eHebron phambi koNdikhoyo, aza ke amthambisa waba ngukumkani wamaSirayeli ngokwesithembiso sikaNdikhoyo esivakaliswe nguSamweli.

1 Yeziganeko 11

1 Yeziganeko 11:1-8